Thursday, 27 July 2017
Print PDF
Back to previous page

Unokuvula i-akhawunti yeFundisa Fund njani?

Unokuvula i-akhawunti yeFundisa Fund kwenye yezindawo zilandelayo:

absa_logo
E-Absa – ndwendwela isebe lebhanki elithabatha inxaxheba okanye utsalele umnxeba ku-0860 111 456
nedbank_logo
E-Nedbank kunye ne-Nedbank Investments – ndwendwela isebe lebhanki elithabatha inxaxheba okanye utsalele umnxeba ku-0860 123,263
standardbank_logo
E-Standard Bank kunye nase-STANLIB – ndwendwela isebe elithabatha inxaxheba, tsalela umnxeba ku-0860 386 3462 okanye uthumele i-SMS ethi ‘fundisa’ ku-32009 ukuze ikhonsalthenti ikutsalele umnxeba

Baya kukucela ukuba uzalise ifom yesicelo yeFundisa Fund.

Cofa apha ukuze ufumane iifom zesicelo zeFundisa Fund – ikuhlanganisa neefom zesicelo ezilandelayo:

I-Absa
I-Nedgroup Investments
I-Standard Bank
Cofa apha ukuze ufumane incwadana yeFundisa Fund